top of page

What’s Happening?

Join us:

Brown and Yellow Doodle The artistic Process Poster.png

Young Adults

Ubabalo Events 2024

Sinezindlela ezininzi lapho umntu engakwazi khona ukuzozwa ilizwi lika Thixo, kanjalo nokukhonza lapho uThixo amuphe khona ngokwezibabalo. 
Sicela usithinte ngemininingwane ethe vetshe!

0844437390

WhatsApp Image 2023-08-02 at 13.55.10.jpg

Holiday Club

SCHOOL HOLIDAYS

singu Ubabalo NeThemba Church sibaxabisile abantwana yingakho njalo uma kuvalwe iikole siba ne Holiday Club yabantwana abasukela ku Grade RR-7, ngeminingwane, ungathintana nathi.

WhatsApp Image 2024-04-14 at 14.33.00_e5e31728.jpg

Teen Bible Study

Fridays from 16:00-18:00

Simema bonke abatsha, kusukela ku Grade 7-12, ukuba bahlangenele nathi, njalo ngo Lwe hlanu (Fridays) e No. 35 Lochiel road, ukuzomamela Ilizwi likaThixo baphinde babuze imibuzo ngexesha benza ubuhlobo eNkosini. 

PRE TEENS (GR. 5-7) 
Friday 4PM-5:30 PM

bottom of page